nzondo, 68 - Hogsback
Eastern Cape, South Africa
About Me:
i ndingumntu othanda inyaniso, oziuxabisileyo, ozithandayo, olihomba, onothando, omkhathalelayo lowo ndimthandayo, ndimxabise, ndimhloniphe. Ndiyakuthanda ukupheka nokuzenzela ukuze ndiphile (business minded person) ndithanda ukuzithathela izinqumo, ndithanda ukulungiswa impazamo zam ingabi zizigxeko, ndithanda ukucebisa nokucetyiswa, ndiyabathanda abantu yaye ndibaxabis ile,ndinen tlonipho, ndiyayithanda inkonzo kuba ndimthembile uSomandla nabantu abasasaza ilizwi lakhe,ndiyabathanda abantwana, andinacalucalulo, ukuba unomdla ukundimema ngokomnxeba ndakubona ngembalelwano kwakulo elikhasi, andincokoli nabantwana kuba andiyompelesi, ndithanda umntu ozithandayo ukuze akwazi ukundithanda nam, ndithanda ukuhlala endlwini ndenze imisetyenzana yekhaya neyokuziphilisa. Ubuuxoki yinto endingayifuniyo, andifuni izinto zamntu ozisebenzele nzima namali yomntu, ndifuna ukuthandwa kuphela,ndingumntu ozithobileyo, andinqweneli kuba ngomnye umntu ndithanda ukulungisa iziphoso zam ukuze nam ndilunge ekegqibeleni, ndithanda izigxeko ezakhayo hayi ezichithayo. Ndithanda umntu ozithanda enguye angafuni kuba ngonye umntu. Zithande, zixabise, ukuze wenze njalo nakwabanye abantu. Sixabisane, sikhathalelane, sincedane, sakhane, silungisane singagxekani, sibe nobuntu umntu omdala ngeminyaka ingabi ngumntu omncinci ngeminyaka. umntu oyithndayo imvelaphi yakhe ayixabise nezithethe zakowabo.
Looking For:
honest, humble, loving,caring, respect yourself and other people, god fearing, down to earth, open, good listener, outgoing,have sense of humour have morals, good listener,down to earth,be serious in a relationship, matured,honesty in a relationship,honest person please,
e can invite me via message, honest, trustworthy, reliable person, not a liar because I hate lies no matter what. Need a person who know the meaning of the word love, not somebody who is spoonfed with love, and somebody who will be always there for me not play hide and seek, somebody who know that he wakes up in the morning and say goodmorning as if you are next to him and say goodnite at night. Not a one sided kind of love. Who knows that you are existing not lost or vanished. Understanding person and outspoken down to earth not a self centred person, not too short and tiny body, must be average body size, a pillar, comforter, lover, friend, partner, father, helping hand to other people, somebody who respect himself and other people, mentor,advisor